YIBAYINXALENYE NATHI


Ingaba niyintlangano elinemigomo nendlela esondelene neyeBoxgirls South Africa ? Ngoko ke yibayinxalenye kunye nathi, sisebenzisane ekuqaleni siphinde sabelana ngolwazi namantombazana futhi namanina kumhlaba wonke jikelele.

Xhumana nathi

Logo_Boxgirls_International South Africa

Iinkokheli zeBoxgirls ziyazingca ngokwabelana ngezinto esiye sazifunda neSports for Development Organisations, abanikeli- zimali nazo zonke izigaba saseburhulumenteni. Sinikeza izeluleko sesini, zemfundo kunye Sports Development Program eyakhelwe imicimbi yomhlaba jikelele ezindidi ngendidi, siquka iYouth Olympic Games, Sport Accord, Beyond Sport, United Nations Sports for Development and Peace umhlangano wokufundisa ezilishumi neminye amaqumrhu zodidi oluphezulu ingqungquthelo kazwelonke.

iProject zakutshanje ziquka:

  • ukusebenzisana norhulumente eBerlin naseKapa ekuphuhliseni intlelo zasekuhlaleni
  • workshops zabasebenzi beMinistry yeMfundo eKabul lokhuseleko lwabantwana kizifundo zamantombaza
  • simo phuhliso nezikolo zaseHamburg sinikezela ngenqkubo zasekuhlaleni sincedisana nabantu ababuya emazweni angaphandle beselubhacweni.

Sisekeni

Unikelo mali okanye ezinye izinto kusisondeza ekuphumekezeni imigomo yethu yomhlaba wonke jikelele apho amantombazane namanina afumana ithuba lokubandakanyeka ekuqhubeni imiphakathini yabo .

Nikela ngoku

Sifuna ochwepheshe kanye nekhampani abangakwazi ukunikela ngezakhono zabo. Ezomthetho, ezobalo mali, ezokuthengisa, ezokuxhumana nomphakathi nezovusa ingxowa mali ziyafuneka. Sinike ithuba sichaze ukuba kunjani ukunikela kuyo iBoxgirls International.

Xhumana nathi